1
KUMAHEBHERE 5:14
IBHAYIBHILE
XHO96
Ngabantu abadala abatya ukutya okuqinileyo; bona sebenamava, bayawazi umahluko phakathi kokuhle nokubi.
Confronta
Esplora KUMAHEBHERE 5:14
2
KUMAHEBHERE 5:12-13
Benifanelwe kukuba nifundisa ngokwenu ngoku. Kodwa kusuke kwafuneka ibe nini abafundiswayo, niqaliswe emva kwizifundo zokuqala ezingeendaba zikaThixo. Kusuke kwafuneka nisezwe ubisi endaweni yokuba ninikwe ukutya okuqinileyo. Wonke umntu osezwa ubisi lusana; akakwazi okuhle nokubi.
Esplora KUMAHEBHERE 5:12-13
3
KUMAHEBHERE 5:8-9
Ngoku kanye anguNyana kaThixo, intlupheko yamnika amava okuthobela. Uthe ke akusulungeka wenziwa umthombo wosindiso olungapheliyo lwabo bamthobelayo
Esplora KUMAHEBHERE 5:8-9
4
KUMAHEBHERE 5:7
Esadla ubomi apha emhlabeni, wayedla ngokwenza imithandazo nezicelo, ekhala iinyembezi, ebhekisa kuThixo onamandla okumhlangula ekufeni. Wawuva uThixo umthandazo wakhe, ngenxa yokuzimisela kwakhe ukuthobela.
Esplora KUMAHEBHERE 5:7