1
EYEZIQALO 38:10
IBHAYIBHILE
XHO96
Loo nto wayithiya kakhulu uNdikhoyo, waza wabunqamla ubomi bukaOnan.
Confronta
Esplora EYEZIQALO 38:10
2
EYEZIQALO 38:9
UOnan, esazi ukuba wayengazi kuzizalela abo bantwana, wathi rhoqo ukumane eyichithela phantsi imbewu yakhe ngalo lonke ixesha adibana noTamare, khon' ukuze angathathi, angamzaleli bantwana umkhuluwa wakhe.
Esplora EYEZIQALO 38:9