1
EYEZIQALO 37:5
IBHAYIBHILE
XHO96
Ngabusuku buthile uJosefu waba nephupha, athe akulilawula kubakhuluwa bakhe, bamthiya ngakumbi.
Confronta
Esplora EYEZIQALO 37:5
2
EYEZIQALO 37:3
USirayeli wayemthanda ngaphezu kwabo bonke abantakwabo uJosefu, kuba yena wavela selaluphele uSirayeli. Wamenzela ingubo embeje-mbeje.
Esplora EYEZIQALO 37:3
3
EYEZIQALO 37:4
Bathi abantakwabo bakuphawula ukuba uyise umthanda ukugqitha bona uJosefu, bamthiya kangangokude bangakwazi nokuthetha kakuhle naye.
Esplora EYEZIQALO 37:4
4
EYEZIQALO 37:9
Uphinde wanelinye iphupha uJosefu, wabuya wabalawulela abantakwabo, esithi: “Kweli iphupha ndibone ilanga, nenyanga, neenkwenkwezi ezilishumi elinanye, zikhahlela kum.”
Esplora EYEZIQALO 37:9
5
EYEZIQALO 37:11
Abakhuluwa bakaJosefu bammonela, kodwa yena uyise wamana elijika-jika engqondweni eli phupha.
Esplora EYEZIQALO 37:11
6
EYEZIQALO 37:6-7
Wathi kubo: “Khanive ndinixelele iphupha lam. Ndiphuphe sisemasimini, sibopha izithungu zengqolowa. Suka esam isithungu sema nkqo, zaza ezenu zeza kusingqonga, zakhahlela kuso.”
Esplora EYEZIQALO 37:6-7
7
EYEZIQALO 37:20
Masimbulale, size isidumbu sakhe sisifake kwelinye lala maqula atshileyo, sithi uqwengwe ngamarhamncwa, sibone ke ukuba aya kuthini na loo maphupha akhe.”
Esplora EYEZIQALO 37:20
8
EYEZIQALO 37:28
Kwathi xa kwakudlula iqela labarhwebi bamaMidiyan, bamkhupha uJosefu kuloo mhadi, bamthengisa ngamashumi amabini eesiliva kumaIshmayeli, awamthathayo amsa eJiputa.
Esplora EYEZIQALO 37:28
9
EYEZIQALO 37:19
Bathi bakumbona: “Nanku esiza laa mphuphi.
Esplora EYEZIQALO 37:19
10
EYEZIQALO 37:18
Bambona esekude, waza wathi efika kubo baba sebenze iyelenqe lokumbulala.
Esplora EYEZIQALO 37:18
11
EYEZIQALO 37:22
masingambulali siphalaze igazi lomntakwethu. Makaphoswe nje kweli qula lilapha entlango, kodwa ningamenzakalisi.” Ethetha loo nto nje wayeceba ukumhlangula kubo, aze amgoduse amse kuyise.
Esplora EYEZIQALO 37:22