1
EYEMFUDUKO 29:45-46
IBHAYIBHILE
XHO96
Ndiya kuhlala phakathi kwamaSirayeli, ndibe nguThixo wawo. Kananjalo ke aya kundiqonda ukuba ndinguNdikhoyo uThixo wawo owawakhulula eJiputa, ukuze ndihlale phakathi kwawo. Ngenene ndinguNdikhoyo uThixo wawo.”
Confronta
Esplora EYEMFUDUKO 29:45-46