1
EYEMFUDUKO 28:3
IBHAYIBHILE
XHO96
Yalela abantu abanesiphiwo sobugcisa nobuchule, utsho benzele uAron izinxibo, khon' ukuze amiselwe umsebenzi wobubingeleli.
Confronta
Esplora EYEMFUDUKO 28:3
2
EYEMFUDUKO 28:4
Mabenze isikhuselo-sifuba, *isidanga, umnweba, ihempe ehonjisiweyo, iqhiya, kunye nomxwayo. Ezo mpahla ke mabazenzele uAron nooyana bakhe, ukuze bangene kulo msebenzi uwodwa wobubingeleli.
Esplora EYEMFUDUKO 28:4