1
EYEMFUDUKO 25:8-9
IBHAYIBHILE
XHO96
Mabandakhele indawo eyeyam ndodwa, ukuze nam ndihlale phakathi kwabo. Ke yona nempahla engaphakathi mayakhiwe ibe matwa nomzekelo endokubonisa wona.
Confronta
Esplora EYEMFUDUKO 25:8-9
2
EYEMFUDUKO 25:2
“Xelela amaSirayeli ukuba bonke abaziva beqhutywa yintliziyo mabakhuphe umnikelo, bawuzise kum.
Esplora EYEMFUDUKO 25:2