EYEMFUDUKO 25:8-9
EYEMFUDUKO 25:8-9 XHO96
Mabandakhele indawo eyeyam ndodwa, ukuze nam ndihlale phakathi kwabo. Ke yona nempahla engaphakathi mayakhiwe ibe matwa nomzekelo endokubonisa wona.