1
EYEMFUDUKO 14:14
IBHAYIBHILE
XHO96
Zolani nina; uNdikhoyo uza kunilwela!”
Confronta
Esplora EYEMFUDUKO 14:14
2
EYEMFUDUKO 14:13
Ke yena uMosis wathi kuwo: “Sanukoyika; qinani! Niza kubona; uNdikhoyo uza kunihlangula namhlanje! Ke wona la maJiputa niwabonayo namhlanje soze niphinde niwabone kwakhona!
Esplora EYEMFUDUKO 14:13
3
EYEMFUDUKO 14:16
Wena yolula ingalo yakho, uphakamise induku phezu kolwandle. Amanzi aya kuhlukana kubini, aze amaSirayeli awele ehamba emhlabeni owomileyo.
Esplora EYEMFUDUKO 14:16
4
EYEMFUDUKO 14:31
Athi amaSirayeli akukubona ukusebenza kwamandla kaNdikhoyo ngokoyisa amaJiputa, angenelwa luloyiko, amhlonela. Ewe, azinikela kuNdikhoyo, akholelwa kwisicaka sakhe uMosis.
Esplora EYEMFUDUKO 14:31