EYEMFUDUKO 14:16
EYEMFUDUKO 14:16 XHO96
Wena yolula ingalo yakho, uphakamise induku phezu kolwandle. Amanzi aya kuhlukana kubini, aze amaSirayeli awele ehamba emhlabeni owomileyo.