U‐Zekariya 9:16
U‐Zekariya 9:16 XHO1902A
Waeya kuti UYEHOVA, UTIXO wabo, abasindise ngomhla lowo, njengokuba bengumhlambi wabantu bake; ngokuba beya kuba njengamatye esitsaba, ezipakamisa pezulu pezu kwelizwe lake.