U‐Zekariya 13:9
U‐Zekariya 13:9 XHO1902A
Ndandiya kungenisa esesitatu isahlulo emlilweni, ndibacokise njengokuba icokiswa isilivere, ndibalinge njengokuba ilingwa igolide; sona siya kubiza egameni lam, nam ndiya kusipulapula; ndoti mna: Singabantu bam; soti sona: UYEHOVA NGUTIXO wam.


