Ivangeli ka‐Mateyu 7:15-16
Ivangeli ka‐Mateyu 7:15-16 XHO1902A
Lumkelani ke abaprofite ababuxoki, abezayo kuni ngezivato zegusha, kanti ngapakati bazincu̔ka ezixwilayo. Niya kubazi ngezixakato zabo. Kuka kukiwe idreyive emitolweni na? umhlaumbi amakiwane ezipingweni na?





