Ivangeli ka‐Mateyu 7:1-2
Ivangeli ka‐Mateyu 7:1-2 XHO1902A
NINGABEKI tyala, ukuze ningabekelwa tyala nani: ngokuba ukubekwa kwetyala enibeka ngako, niya kubekelwa kona; nokulinganisa enilinganisa ngako, kwobuya kulinganiselwe nina.