Ivangeli ka‐Mateyu 6:25
Ivangeli ka‐Mateyu 6:25 XHO1902A
Ngako oku nditi kuni: Musani kutukutezelela ubomi benu, ukuba notya nto nina, nokuba nosela nto nina; ningatukutezeleli nomzimba wenu, ukuba niya kwambata nto nina: ubomi abukulu na kuko ukutya? nomzimba awumkulu na kuzo izivato?








