U‐Jona 3:10
U‐Jona 3:10 XHO1902A
Kekaloku UTIXO wabona izenzo zabo, zokuba baguquka kuyo indlela yabo ekohlakeleyo; waza UTIXO waba nosizi pezu kwobubi owabete uya kubenza kubo, akabenza ke.