U‐Danyeli 7:18
U‐Danyeli 7:18 XHO1902A
Kodwa abangcwele bopezu kwonke baya kwamkela ubukumkani, babambe ubukumkani kude kube ngunapakade, kwa kude kube ngunapakade kanapakade.