U‐Danyeli 6:22
U‐Danyeli 6:22 XHO1902A
UTIXO wam utumile ingelosi yake, wavingca imilomo yengonyama, zaza azandenzakalisa ke; ngokokuba pambi kwake kube kufunyenwe kum okungenatyala; napambi kwako kanjalo, kumkani! andenzanga sono.