U‐Danyeli 12:10
U‐Danyeli 12:10 XHO1902A
Abaninzi baya kuhlanjululwa, benzwe mhlope, balingwe nokulingwa; kodwa abakohlakeleyo baya kwenza ngokukohlakeleyo: baye bengayi kuqonda bonke abakohlakeleyo; kodwa abalumkileyo baya kuqonda.