U‐Hamose 6:1
U‐Hamose 6:1 XHO1902A
Makube nzima kubo abasekwonwabeni e‐Ziyone, nakubo abasekunqabeni entabeni ye‐Samariya, abadumileyo besiqalo sezizwe, abati indlu ka‐Sirayeli beza kubo!