Bible App logo
Ikon Pencarian

UMSEBENZI WABATHUNYWA 1:4-5

UMSEBENZI WABATHUNYWA 1:4-5 XHO96

Esitya kunye nabo wabayala wathi: “Ze ningemki eJerusalem. Hlalani nilinde isipho esathenjiswa nguBawo, esiya ndanixelela ngaso. Kaloku uYohane yena wayebabhaptiza ngamanzi abantu; ke nina, kungekudala, uThixo uza kunibhaptiza ngoMoya oyiNgcwele.”

Video untuk UMSEBENZI WABATHUNYWA 1:4-5

Rencana Bacaan dan Renungan gratis terkait dengan UMSEBENZI WABATHUNYWA 1:4-5