Bible App logo
Ikon Pencarian

UMSEBENZI WABATHUNYWA 1:3

UMSEBENZI WABATHUNYWA 1:3 XHO96

Emva kokubandezelwa nokufa kwakhe wazibonakalisa kuloo madoda ngeziganeko ezininzi ukuba uvukile. Kwithuba leentsuku ezingamashumi amane abathunywa babemana bembona, ethetha nabo ebaxelela ngezolawulo lukaThixo.

Video untuk UMSEBENZI WABATHUNYWA 1:3

Rencana Bacaan dan Renungan gratis terkait dengan UMSEBENZI WABATHUNYWA 1:3