1
U‐Jona 2:2
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Ndabiza ngenxa yokubandezelwa kwam KUYEHOVA, wandipendula ke; ndadanduluka ndisembilini wehadesi, waliva wena ilizwi lam.
Bandingkan
Telusuri U‐Jona 2:2
2
U‐Jona 2:7
Nxa umpefumlo wam ubucubukile pakati kwam, ndamkumbula UYEHOVA; yati intandazo yam yeza kuwe, kuyo itempile yako engcwele.
Telusuri U‐Jona 2:7