1
U‐Hosheha 11:4
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Ndabar̔ola ngentambo zabantu, ngentsontelo zotando: ndandinjalo kubo njengabafunqulayo iyokwe emihlatini yabo; ndababekela ukutya, ndabadlisa.
Bandingkan
Telusuri U‐Hosheha 11:4
2
U‐Hosheha 11:1
NXA u‐Sirayeli abengumntwana, ndandula ndamtanda, ndambiza unyana wam apume e‐Jipete.
Telusuri U‐Hosheha 11:1