Logo YouVersion
AlkitabRencanaVideo
Dapatkan Aplikasinya
Pemilih Bahasa
Ikon Pencarian

Ayat-ayat Alkitab Ternama dari U‐Danyeli 8

1

U‐Danyeli 8:24-25

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Amandla ake aya kwomelela, kodwa akuyi kuba ngawake amandla: uya kutshabalalisa ngokungummangaliso, ahambiseke, enze nokwenza; waeya kutshabalalisa abanamandla nabantu abangcwele. Kanjako ngobuqinga bake uya kuhambisa inkohliso esandleni sake: waeya kuzenza mkulu entliziyweni yake, atshabalalise abaninzi eluxolweni: kanjalo uya kumela inkosi kankosi; kodwa uya kwapulwa singeko isandla.

Bandingkan

Telusuri U‐Danyeli 8:24-25

2

U‐Danyeli 8:19-21

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wayesiti: Bona ke, ndiya kukwazisa oko okuya kubako ekugqityelweni kwengqumbo; ngokuba ixesha elimiselweyo sinesipelo. Inkunzi yegusha owayibonayo inempondo mbini, bangokumkani bama‐Medi nama‐Peresiya. Nebokwe elixonti, ngukumkani we‐Javane; nopondo olukulu, olo lupakati kwamehlo ayo, ngukumkani wokuqala.

Bandingkan

Telusuri U‐Danyeli 8:19-21

Pasal Sebelumnya
Pasal Berikutnya
YouVersion

Mendorong dan menantang Anda mencari keintiman dengan Tuhan setiap hari.

Pelayanan

Tentang

Karier

Sukarelawan

Blog

Pers

Tautan Berguna

Bantuan

Sumbang

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital dari

Life.Church
Bahasa Indonesia

©2026 Life.Church / YouVersion

Kebijakan PrivasiSyarat
Program Pengungkapan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest