1
UMATEYU 3:8
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Velisani ngoko iziqhamo eziyifaneleyo inguquko
Konpare
Eksplore UMATEYU 3:8
2
UMATEYU 3:17
Nâlo izwi liphuma ezulwini, lisithi, Lo nguNyana wam oyintánda, endikholisiweyo nguye.
Eksplore UMATEYU 3:17
3
UMATEYU 3:16
Ebhaptiziwe ke uYesu, wenyuka kwaoko emanzini; asuka amazulu avuleka kuye, wambona uMoya kaThixo esihla njengehobe, esiza phezu kwakhe.
Eksplore UMATEYU 3:16
4
UMATEYU 3:11
Mna okunene ndinibhaptizela enguqukweni ngamanzi; kodwa lowo uzayo emva kwam unamandla kunam, ozimbadada ndingakulingeneyo ukuziphatha; yena ke uya kunibhaptiza ngoMoya oyiNgcwele nangomlilo
Eksplore UMATEYU 3:11
5
UMATEYU 3:10
Kananjalo izembe selibekiwe engcanjini yemithi; ngoko yonke imithi engavelisi siqhamo sihle, iyagawulwa iphoswe emlilweni.
Eksplore UMATEYU 3:10
6
UMATEYU 3:3
Kuba lo nguye awayethetha yena uIsaya umprofeti, esithi, Izwi lodandulukayo entlango, lisithi, Yilungiseni indlela yeNkosi, Wutyenenezeni umendo wayo. (UIsaya 40:3)
Eksplore UMATEYU 3:3
Akèy
Bib
Plan yo
Videyo