1
UMATEYU 16:24
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Wandula wathi uYesu kubafundi bakhe, Ukuba kukho othanda ukundilandela, makazincame ngokwakhe, awuthwale umnqamlezo wakhe, andilandele.
Konpare
Eksplore UMATEYU 16:24
2
UMATEYU 16:18
Nam ke, ndithi kuwe, UnguPetros wena; ndiya kulakhela phezu kolu lwalwa ibandla lam, namasango elabafileyo akayi kuloyisa.
Eksplore UMATEYU 16:18
3
UMATEYU 16:19
Ndiya kukunika izitshixo zobukumkani bamazulu; kuthi ke othe wakubopha emhlabeni, kubopheke emazulwini; kuthi othe wakukhulula emhlabeni, kukhululeke emazulwini.
Eksplore UMATEYU 16:19
4
UMATEYU 16:25
Kuba othe wathanda ukuwusindisa umphefumlo wakhe, wolahlekelwa nguwo; ke othe wawulahla umphefumlo wakhe ngenxa yam, wowufumana.
Eksplore UMATEYU 16:25
5
UMATEYU 16:26
Kuba, kumnceda ntoni na umntu, ukuba uthe wazuza ihlabathi liphela, waza wonakalelwa ke ngumphefumlo wakhe? Okanye worhola ntoni na umntu, ibe sisananelo somphefumlo wakhe?
Eksplore UMATEYU 16:26
6
UMATEYU 16:15-16
Athi kubo, Ke nina nithi ndingubani na? Waphendula ke uSimon Petros wathi, Wena unguye uKristu,• unyana kaThixo ophilileyo.
Eksplore UMATEYU 16:15-16
7
UMATEYU 16:17
Waphendula uYesu wathi kuye, Ùnoyolo, Simon kaYona, ngokuba akukutyhilelwanga oku yinyama negazi, ukutyhilelwe nguBawo osemazulwini.
Eksplore UMATEYU 16:17
Akèy
Bib
Plan yo
Videyo