1
uMarko uMarko 4:39-40
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Wavuka, wawukhalimela umoya, wathi kulo ulwandle, Yithi tu, uthi tu. Wadamba umoya, kwabakho ukuzola okukhulu. Wathi kubo, Yini na ukuba nibe nje, ukuba ngamagwala? Yini na ukuba ningabi nalukholo?
Vertaa
Tutki uMarko uMarko 4:39-40
2
uMarko uMarko 4:41
Boyika ngoloyiko olukhulu, batshono ukuthi, Ngubani na ke lo, le nto alulanyelwa nangumoya nalulwandle?
Tutki uMarko uMarko 4:41
3
uMarko uMarko 4:38
Ke yena ebesemva emkhombeni, elele emqamelweni; bamvuse, bathi kuye, Mfundisi, akukhathali na, sitshabalala nje?
Tutki uMarko uMarko 4:38
4
uMarko uMarko 4:24
Wayesithi kubo, Yilumkeleni into eniyivayo; umlinganiselo enilinganisela ngawo, niya kulinganiselwa ngawo nani, kongezwe kuni nina nivayo.
Tutki uMarko uMarko 4:24
5
uMarko uMarko 4:26-27
Uthe ke, Ubukumkani bukaThixo bunjengokuba abengathi umntu aphose imbewu emhlabeni; Ubusuku nemini alale, avuke, ize imbewu intshule, ikhule engazi ukuba njani na.
Tutki uMarko uMarko 4:26-27
6
uMarko uMarko 4:23
Ukuba ubani uneendlebe zokuva, makeve.
Tutki uMarko uMarko 4:23