INTSHUMAYELI 1:2-3
INTSHUMAYELI 1:2-3 XHO75
Amampunge awo amampunge, itsho iNtshumayeli; amampunge awo amampunge, yonke into ingamampunge. Únalungelo lini umntu emigudwini yakhe yonke, ayenzayo phantsi kwelanga?