Logotip de YouVersion
La BíbliaPlansVídeos
Aconsegueix l'aplicació
Selector d'idiomes
Icona de cerca

Versets bíblics populars de IINDUMISO 22

1

IINDUMISO 22:1

IBHAYIBHILE

XHO96

Thixo wam, Thixo wam, undishiyeleni na? Kudala ndizigixa, ndicel' uncedo, kodwa andikalufumani unangoku!

Compara

Explorar IINDUMISO 22:1

2

IINDUMISO 22:5

IBHAYIBHILE

XHO96

Bakhala kuwe, wabakhulula wena; babethembele ngawe, akwabadanisa.

Compara

Explorar IINDUMISO 22:5

3

IINDUMISO 22:27-28

IBHAYIBHILE

XHO96

Zonke izizwe zomkhumbula uNdikhoyo, zibuyele kuye ehlabathini liphela, ziqubude kuye zonke iintlanga. Kaloku nguNdikhoyo ukumkani; nguye umlawuli weentlanga zonke.

Compara

Explorar IINDUMISO 22:27-28

4

IINDUMISO 22:18

IBHAYIBHILE

XHO96

Babelana ngeengubo zam; benzelan' amaqashiso ngesambatho sam.

Compara

Explorar IINDUMISO 22:18

5

IINDUMISO 22:31

IBHAYIBHILE

XHO96

Ewe, nâbo bangekazalwa boxelelwa ukuba uNdikhoyo wabasindisa abantu bakhe.

Compara

Explorar IINDUMISO 22:31

Plans de lectura i devocionals gratuïts relacionats amb IINDUMISO 22

Capítol anterior
Capítol següent
YouVersion

Animant-te i desafiant-te a buscar la intimitat amb Déu cada dia.

Ministeri

Sobre

Carreres

Fes-te voluntari

Blog

Premsa

Enllaços útils

Ajuda

Fer un donatiu

Versions de la Bíblia

Bíblia en àudio

Idiomes de la Bíblia

Verset del dia


Un Ministeri Digital de

Life.Church
Català

©2026 Life.Church / YouVersion

Política de privacitatCondicions d'ús
Programa de divulgació de vulnerabilitats
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest