1
IINDUMISO 17:8
IBHAYIBHILE
XHO96
Ndilondoloze ngokokhozo lweliso lakho, undisithelise ngethunzi lamaphiko akho
Compara
Explorar IINDUMISO 17:8
2
IINDUMISO 17:15
Mna ndobonana nawe ngenxa yobulungisa bam; ndokwaneliswa kukubona wena xa ndivukayo.
Explorar IINDUMISO 17:15
3
IINDUMISO 17:6-7
Ndizibika kuwe, Thixo; kaloku uyandiva; zibaze iindlebe, uwuve umthandazo wam. Bonakalisa uthando lwakh' olungagugiyo, wena msindisi wâbo bathembela ngawe, ubakhusele ezintshabeni zabo.
Explorar IINDUMISO 17:6-7