1
IINDUMISO 14:1
IBHAYIBHILE
XHO96
Iziyatha zithi akukho Thixo ngandawo. Zonakele, futhi zenza amasikizi; akukho ulungisayo kuzo.
Compara
Explorar IINDUMISO 14:1
2
IINDUMISO 14:2
Ke yena *uNdikhoyo ubabukele abantu; uhlel' ezulwini efuna ukuqonda ukuba ngaba sikho na isilumko, nditsho ofuna ukunqula uThixo.
Explorar IINDUMISO 14:2
3
IINDUMISO 14:3
Kambe ke bonke bemkile, xa bebonke bonakele; kuba akakho olungisayo, nditsho nokuba abe mnye.
Explorar IINDUMISO 14:3