Kwabase-Efese 2:8-9
Kwabase-Efese 2:8-9 CXB24
Kuba nisindiswe ngokubabalwa nangalo ukholo; nako oko akuphumi kuni, kusisipho sikaThixo; Akuphumi misebenzini, hleze kubekho bani uqhayisayo.