YouVersion 标志
圣经计划视频
获取软件
选择语言
搜索图标

Kwabase-Efese Kwabase-Efese 3 的热门经文

1

Kwabase-Efese Kwabase-Efese 3:20-21

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuye ke onako ukwenza okungaphezu kweento zonke ngokugqithiseleyo kakhulu, ngaphezu kwesikucelayo nesinokukuqiqa, ngokokwamandla asebenzayo ngaphakathi kwethu; kuye malubekho uzuko ebandleni elikuKristu Yesu, kuse kuzo zonke izizukulwana zalo iphakade lasemaphakadeni. Amen.

对照

探索 Kwabase-Efese Kwabase-Efese 3:20-21

2

Kwabase-Efese Kwabase-Efese 3:16-19

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

ukuze aninike, ngokobutyebi bozuko lwakhe, ukomelezwa ngamandla ngaye uMoya wakhe, ngokusingisele emntwini ongaphakathi; ukuze uKristu ahlale ngokholo ezintliziyweni zenu; ukuze nina, nimiliselwe nisekelwe eluthandweni; ninako ke ukubuqiqa into obuyiyo ububanzi, nobude, nobunzulu, nokuphakama; kwanokulwazi uthando lukaKristu oluncamise ukwazi, ukuze niye nizala ngako konke ukuzala kukaThixo.

对照

探索 Kwabase-Efese Kwabase-Efese 3:16-19

3

Kwabase-Efese Kwabase-Efese 3:12

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Esikuye ke sinokungafihlisi, nokungeniswa kwethu sikholosile, ngokukholwa kuye

对照

探索 Kwabase-Efese Kwabase-Efese 3:12

上一章
下一章
YouVersion

我们要鼓励、挑战你每天亲近上帝。

事工

关于我们

就职机会

义工

博客

新闻区

有用链接

帮助

捐赠

圣经译本

音频圣经

译本语言

今日经文


此数字事工属于

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

隐私政策使用条款
漏洞披露方案
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

主页

圣经

计划

视频