1
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 7:5
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Musani ukwazana, ngaphandle kokuba nivumelene okomzuzwana, ukuze nizinikele nina ziqu nizila ukutya nokuthandaza; nibuye nihlangane, ukuze anganihendi uSathana ngenxa yokungazithibi kwenu.
对照
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 7:5
2
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 7:3-4
Indoda mayimenzele okumfaneleyo umfazi wayo; enjenjalo ke nomfazi endodeni. Umfazi akanagunya kowakhe umzimba, yindoda enalo; kwangokunjalo ke, nendoda ayinagunya kowayo umzimba, ngumfazi onalo.
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 7:3-4
3
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 7:23
Nathengwa ngexabiso; musani ukuba ngabakhonzi babantu.
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 7:23
主页
圣经
计划
视频