YouVersion 标志
圣经计划视频
获取软件
选择语言
搜索图标

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 6 的热门经文

1

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 6:19-20

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Yintoni na? Anazi na, ukuba umzimba wenu uyitempile yoMoya oyiNgcwele ongaphakathi kwenu, eninaye evela kuThixo; nokuba ke aningabenu? Kuba nathengwa ngexabiso. Mzukiseni ke uThixo ngomzimba wenu nangomoya wenu, izinto ezizezikaThixo ezo.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 6:19-20

2

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 6:9-10

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Anazi na, ukuba abangemalungisa abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo? Musani ukulahlekiswa; abenza umbulo, nabakhonzi bezithixo, nabakrexezi, nabafeba, nabakrexezi Kwanamasela, namabawa, namanxila, nabatshabhisi, nabaphangi, abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 6:9-10

3

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 6:18

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wubalekeni umbulo. Zonke izono athe umntu wazenza, zingaphandle komzimba; ke yena owenza umbulo, wona owakhe umzimba.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 6:18

4

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 6:12

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Zonke izinto zivumelekile kum, noko azindilungele zonke. Zonke izinto zivumelekile kum, noko asindim oya kubekwa phantsi kwagunya lelayiphi

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 6:12

5

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 6:14

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

uThixo ke wayivusayo iNkosi, uya kusivusa nathi ngamandla akhe.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 6:14

上一章
下一章
YouVersion

我们要鼓励、挑战你每天亲近上帝。

事工

关于我们

就职机会

义工

博客

新闻区

有用链接

帮助

捐赠

圣经译本

音频圣经

译本语言

今日经文


此数字事工属于

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

隐私政策使用条款
漏洞披露方案
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

主页

圣经

计划

视频