YouVersion 标志
圣经计划视频
获取软件
选择语言
搜索图标

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 15 的热门经文

1

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 15:58

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngoko ke, bazalwana bam baziintanda, qinani, ningabi nakushukuma; nihlale niphuphuma umsebenzi weNkosi, nisazi nje ukuba ukubulaleka kwenu akulambathi eNkosini.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 15:58

2

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 15:57

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Makubulelwe ke kuThixo osinikayo uloyiso olo, ngayo iNkosi yethu uYesu Kristu.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 15:57

3

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 15:33

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Musani ukulahlekiswa. Incoko embi yonakalisa izimilo ezilungileyo.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 15:33

4

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 15:10

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ke ngobabalo lukaThixo ndiyinto endiyiyo, nobabalo lwakhe kum alubanga nakulambatha; ndesuka ndabagqitha bonke ngokubulaleka; ingendim ke, ilubabalo lukaThixo olunam.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 15:10

5

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 15:55-56

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Luphi na, kufa, ulwamvila lwakho? luphi na, bethuna, uloyiso lwakho? Ulwamvila lokufa sisono; amandla esono ngumthetho.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 15:55-56

6

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 15:51-52

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Niyabona, ndinixelela imfihlelo: Okunene asiyi kulala ukufa sonke; Asiyi kulala sonke, kodwa siya kwenziwa ngakumbi sonke; Ngesiquphe, ngephanyazo, ngexilongo lokugqibela; kuba liya kukhala ixilongo, bavuke abafileyo bengenakonakala, senziwe ngakumbi ke thina.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 15:51-52

7

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 15:21-22

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba ekubeni kaloku kungomntu ukufa, kukwangomntu ukuvuka kwabafileyo. Kuba, njengokuba kuye uAdam bafa bonke, ngokunjalo nakuye uKristu baya kudliswa ubomi bonke.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 15:21-22

8

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 15:53

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba kumele oku konakalayo ukwambatha ukungonakali, noku kufayo ukwambatha ukungafi.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 15:53

9

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 15:25-26

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba umelwe yena kukuthi alawule, ade azibeke phantsi kweenyawo zakhe zonke iintshaba. Olokugqibela utshaba oluya kubhangiswa kukufa

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 15:25-26

上一章
下一章
YouVersion

我们要鼓励、挑战你每天亲近上帝。

事工

关于我们

就职机会

义工

博客

新闻区

有用链接

帮助

捐赠

圣经译本

音频圣经

译本语言

今日经文


此数字事工属于

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

隐私政策使用条款
漏洞披露方案
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

主页

圣经

计划

视频