1
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14:33
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Kuba uThixo akangowesiphithiphithi, ngowoxolo; njengokuba kunjalo kuwo onke amabandla abangcwele.
对照
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14:33
2
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14:1
Phuthumani uthando olo, nibe kodwa nizizondelela izipho ezizezoMoya, ngokukodwa ke ukuba niprofete.
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14:1
3
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14:3
Ke yena oprofetayo uthetha ebantwini ulwakheko, noyalo, nokhuzo.
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14:3
4
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14:4
Lowo uthetha ngalulwimi lumbi uzakha yena; ke yena oprofetayo wakha ibandla.
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14:4
5
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14:12
Ngokukwanjalo nani, ekubeni kaloku nizondelela izipho ezizezoMoya, zifuneleni ukuba nibe nazo ngokugqithiseleyo, ukuze lakheke ibandla.
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 14:12
主页
圣经
计划
视频