Ndingafanelana ndinabo nobuprofeto, ndizazi iimfihlelo zonke, ndinako konke ukwazi; ndingafanelana ndinalo lonke ukholo, ngokokude ndisuse iintaba, uthando ke ndingenalo, andinto yanto.
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 13:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo