ULUKA 12:40 - Compare All Versions
ULUKA 12:40 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nani ngoko yibani nilungile; ngokuba uNyana woMntu uza ngelixa eningalikhumbuleliyo.
Yabelana
ULUKA 12 XHO75ULUKA 12:40 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nani ke ngoko hlalani niphaphile, kuba uNyana woLuntu woza ngexesha eningamlindelanga ngalo.”
Yabelana
ULUKA 12 XHO96ULUKA 12:40 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Nani ngoko yibani nilungile, ngokuba uNyana woMntu uza ngelixa eningalikhumbuleliyo.
Yabelana
ULUKA 12 CXB24ULUKA 12:40 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nani ngoko yibani nilungile; ngokuba ngeyure eningayikumbuleliyo unyana wesintu esiza.
Yabelana
ULUKA 12 XHO1902A