iBible App isimahla ngokupheleleyo, akukho ntengiso kwaye akukho kuthengwa kwe app. Fumana i-app
Ngokwembali

Iintsuku ezi 365
Ngaba wakha wazibuza ukuba ngekwakunjani ukufunda iTestamente Endala kuSirayeli wamandulo? Okanye, iTestamente eNtsha njengoko iincwadi zabhalwayo? Kwesi sicwangciso, ulandelelwano lofundo lweTestamente eNdala lufana kakhulu neBhayibhile yesiHebhere yakwaSirayeli, ukusuka kwiMithetho ukuya kubaProfeti ukuya kwiZibhalo. Ulungelelwaniso lweTestamente eNtsha lusekelwe kuphando oluphathelele indlela ezabhalwa ngayo iincwadi. Nangona olu phando lungagqibelelanga, lusenokunikela iimbono eziluncedo kufundo lwakho lweBhayibhile.
Esi sicwangciso sokufunda sinikezelwe ngabakwaBlue Letter Bible.
Izicwangciso eziyeleleneyo

Umcelimngeni weeVeki ezingama-49

Zwi LikaThixo Thetha, Icandelo 1

Isicwangciso sokuFunda seDiscipleship Journal esibizwa Incwadi ngexesha

Iincwadi zeTestamente eNtsha kunye neZenzo

Ibhayibhile Yonke Ngaphantsi kweminyaka emi-2

Zwi LikaThixo Thetha, Icandelo 2

ITestamente eNdala - Iincwadi zoBulumko

Iindumiso neMizekeliso
