iBible App isimahla ngokupheleleyo, akukho ntengiso kwaye akukho kuthengwa kwe app. Fumana i-app
Zwi LikaThixo Thetha, Icandelo 2

Iintsuku ezi 91
Esi sesesibini kwizicwangciso ezine zeenyanga ezi-3, ezikusa kwiTestamente eNtsha iyonke kwaye ngokokulandelelana kweziganeko eziphambili zeTestamente eNdala. Kunyaka omnye, ufumana isishwankathelo sebali elikhulu lesiBhalo ngokwemiyinge elawulekayo yemihla ngemihla. INdumiso 1 ithembisa ukuba abo baphulaphula uThixo ethetha ngeLizwi lakhe baya kukhula bomelele kwaye baqhame njengomthi ophilileyo ngamaxesha obomi.
Sithanda ukubulela uGqr E. Dale Locke kunye noKathy Copan weBandla iCommunity of Hope Church, eLoxahatchee FL ngokubonelela ngesi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, nceda undwendwele: communityofhope.church









