iBible App isimahla ngokupheleleyo, akukho ntengiso kwaye akukho kuthengwa kwe app. Fumana i-app
ITestamente eNdala

Iintsuku ezi 366
Ngaba ufuna ukuchitha ixesha elithile ugxile kwiTestamente eNdala? Esi sicwangciso, siqulunqwe saza sanikezelwa ngabantu kwi-YouVersion.com, siya kukunceda ufunde yonke iTestamente eNdala ngelixa uxuba iindinyana ezivela kwimbali, imibongo kunye neencwadi zesiprofetho.
Esi sicwangciso sokufunda sinikezelwe nguYouVersion.com







