iMizekeliso 2:6

iMizekeliso 2:6 CXB24

Ngokuba uYehova upha ubulumko; emlonyeni wakhe kuphuma ukwazi nokuqonda.