Ngokuba amalungisa aya kuhlala emhlabeni, amalungisa aya kuhlala kuwo. Ke bona abangendawo baya kunqunyulwa emhlabeni, nabangendawo banqunyulwe kulo.
Funda iMizekeliso 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iMizekeliso 2:21-22
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo