Nyana wam, ukuba uthe wawamkela amazwi am, Wayifihla imimiselo yam; ukuze uyithobele ubulumko indlebe yakho, uyiguqulele ekuqondeni intliziyo yakho; Ewe, ukuba uthe wabiza ukwazi, walisa ekuqondeni ilizwi lakho; Ukuba ubufuna njengesilivere, yaye ubufuna njengobuncwane obufihliweyo; Uya kwandula ukukuqonda ukoyika uYehova, ukuqonde uThixo.
Funda iMizekeliso 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iMizekeliso 2:1-5
5 Iintsuku
Ukufumana imbuyekezo esikelelekileyo neninzi kuqala ngokuzixhobisa kakuhle. Okokuba ungumKrestu omtsha, akukho kuzixhobisa kukhulu unokukwenza kukholo lwakho ngaphezu kokukholosa ngokwamkela iLizwi likaThixo. Qala apha ukuze uncedeka ukuliFunda, uliQonde kwaye uliSebenzise ngamandla yonke imihla.
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo