KwabaseFilipi 1:3-5
KwabaseFilipi 1:3-5 CXB24
Ndiyambulela uThixo wam xa ndinikhumbula. Ekukhungeni kwam konke ndikhunga ngenxa yenu nonke, ndivuyiswa; Ngenxa yobudlelane benu obubhekisele kuzo iindaba ezilungileyo, kususela kwimini yokuqala kude kube ngoku