uMarko 4:39-40

uMarko 4:39-40 CXB24

Wavuka, wawukhalimela umoya, wathi kulo ulwandle, Yithi tu, uthi tu. Wadamba umoya, kwabakho ukuzola okukhulu. Wathi kubo, Yini na ukuba nibe nje, ukuba ngamagwala? Yini na ukuba ningabi nalukholo?