uMateyu 7:3-4
uMateyu 7:3-4 CXB24
Yini na ke ukuba usibone isibi esisesweni lomzalwana wakho, kanti wona umqadi okwelakho iliso akuwuqiqi? Okanye ungáthini na ukuthi kumzalwana wakho, Yeka ndisikhuphe isibi esweni lakho; kanti nanku umqadi kwelakho iliso?

