Ke wena, xa uthe wasisa, masingakwazi isandla sakho sokhohlo into esiyenzayo esokunene; ukuze amalizo akho abe semfihlekweni, aze uYihlo obona emfihlekweni akubuyisele ekuhleni.
Funda uMateyu 6
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uMateyu 6:3-4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo