Waphendula uYesu wathi kuwo, Hambani niye kumbikela uYohane izinto enizivayo nenizibonileyo; Iimfama zibuya zibone, neziqhwala ziyahamba, abaneqhenqa bayahlanjululwa, nezithulu ziyeva, abafileyo bayavuswa, namahlwempu ayazishunyayezwa iindaba ezilungileyo.
Funda uMateyu 11
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uMateyu 11:4-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo